Iindawo Zokurenta Inyanga eRobe

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Robe
Usuku Lolwandle - 100m ukusuka eLong Beach!
1–29 Mey
Yi$1 894 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-216
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Robe
Aloha Sands @ Robe
1–29 Sep
Yi$3 489 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-250
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Robe
Indlu Yomqeqeshi Kwifama yaseDenington
5 Jun – 3 Jul
Yi$2 530 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-425
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Robe
IZITEPSI - Indawo! Iivenkile ze-100m. 150m beach
28 Jun – 26 Jul
Yi$3 408 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-249

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRobe

Robe Obeliskbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vic Street Pizza Projectbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Robe Seafood & Takeawaybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caledonian Innbayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Union Cafebayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adventurous Spoonbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.