Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Hope

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wooster
Ifulethi le-Studio elisesitayeleni kwisikhululo samandla esinembali
11 Feb – 13 Mat
Yi$1 349 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dundee
Iflethi okanye indlu ekwicomplex efihlakeleyo ekwindawo ethe cwaka
12 Jul – 9 Aga
Yi$2 093 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-335
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wooster
I-Cozy Abode
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 573 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-236
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Apple Creek
Iflethi Yelizwe likaEstere
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 094 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Hope

Mrs Yoders Kitchenbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt. Hope Auctionbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Red Mug Coffee Co.bayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.