Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Ida

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Pencil Bluff
Indlu Encinci Epholileyo
13 Jul – 10 Aga
Yi$2 523 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Whittington Township
Ichibi iParadesi - Ifanele abantu abathandanayo
31 Aga – 28 Sep
Yi$1 592 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mount Ida
I-Woods Creek Cabin
14 Sep – 12 Okt
Yi$2 666 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pencil Bluff
Indlu yamaplanga epholileyo
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 419 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Ida

Dairyettebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt Ida Cafebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bob's Food Citybayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Diamante Mexican Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shack Attack Pizzabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dollar Generalbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.