Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Italy

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Brookings
Indlu Yeendwendwe kaBarney
2–30 Epr
Yi$2 541 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-679
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Brookings
Indlu Yamaplanga Engaselunxwemeni Etofotofo - 'Intaba Yeswekile'
19 Sep – 17 Okt
Yi$4 753 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-230
Ithandwa zindwendwe
Ikharaveni e-Crescent City
I-Little Blue RV e-Redwoods
5 Mey – 2 Jun
Yi$1 041 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Gold Beach
ICornerstone Ranch, apho iRogue idibana noLwandle
2–30 Jan
Yi$1 601 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.