Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Jo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lake Placid
I-VanHoevenberg Ridge iflethi ephezulu.
24 Nov – 22 Dis
Yi$3 572 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lake Placid
Spacious 1 Bedroom Apartment
9 Epr – 7 Mey
Yi$2 334 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Keene
I-Highpeaks Timberloft
27 Feb – 27 Mat
Yi$2 378 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Keene
I-Loft Keene
12 Epr – 10 Mey
Yi$2 984 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.