Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Lavinia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dehiwala-Mount Lavinia
Ifulethi elikumgangatho ophezulu weBlue Colombo
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 254 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Dehiwala-Mount Lavinia
Circle Ceylon Residence 1BR Studio Apt 5mintoBeach
21 Mat – 18 Epr
Yi$737 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Dehiwala-Mount Lavinia
I-Seaside Guest Suite
8 Nov – 6 Dis
Yi$527 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dehiwala-Mount Lavinia
Ukwamkela iflethi okanye indlu ekwicomplex enegumbi lokulala eliyi-1 elinendawo yokugcina
23 Jul – 20 Aga
Yi$789 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Lavinia

Mount Lavinia Hotelbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arpico Supercentre - Dehiwalabayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Glitzbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
KFC-Mount Laviniabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shore By Obayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Burger King - Mt. Laviniabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.