Iindawo Zokurenta Inyanga eMount of Beatitudes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-The Village of Kahal
I-Tranquilo phambi koLwandle lwe-galile yesibini
15 Mat – 12 Epr
Yi$1 571 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Rosh Pina
Umva weyadi
5 Mey – 2 Jun
Yi$886 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Indlu engasemva e-Rosh Pinna
Indlu yeZachi
26 Jun – 24 Jul
Yi$2 869 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kfar Tavor
Indawo ethe cwaka netofotofo kwiGaliya
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 791 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.