Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Pleasant

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fairview
Iholide ethe cwaka nezolileyo.
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 278 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Fountain Green
Lala kwindlu yokuhlamba yoovulindlela yokugqibela yaseUtah. Yangasese.
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 252 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mount Pleasant
Iflethi Ekwigumbi Eliphantsi Elihle Nelipholileyo
23 Sep – 21 Okt
Yi$2 081 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52
ISuperhost
Indlu engasemva e-Mount Pleasant
I-Outback Retreat: Ibhafu Enamanzi Ashushu neTennis
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 509 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-79

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Pleasant

Terrel's Marketbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wheeler's Drive-Inbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rodger's Dairy Freezebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cavalier Pizzabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Coffee Depotbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Main Street Pizza Mt. Pleasantbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.