Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Shasta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Mount Shasta
I-Harris 's Mountain Escape
7 Dis – 4 Jan
Yi$2 298 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mount Shasta
Istudiyo se-Euro-modern eDowntown Mount Shasta
3–31 Mey
Yi$2 991 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mount Shasta
Ikhaya elihle labucala le-Shasta kunye neBhafu Enamanzi Ashushu
1–29 Sep
Yi$3 177 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mount Shasta
I-Downtown Historic Charm. Iibhedi eziyi-3.
9 Epr – 7 Mey
Yi$2 854 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-409

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Shasta

Iphaku Elihlobo Lomzi WeMount Shastabayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Black Bear Dinerbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shastice Parkbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yaks Mount Shasta Koffee & Eaterybayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seven Suns Coffee & Cafebayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa Ramos Mexican Restaurantbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.