Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Vernon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mount Vernon
I-Hillcrest Loft
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 776 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bow
I-Samish Island Ukuhlala Ixesha Elifutshane okanye Elide
24 Epr – 22 Mey
Yi$2 004 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mount Vernon
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle ngasentla kwentlambo yaseSkagit
31 Jan – 28 Feb
Yi$2 460 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Sedro-Woolley
I-North Cascades Getaway
28 Epr – 26 Mey
Yi$2 702 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Vernon

Costco Wholesalebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Safewaybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skagit River Park Sports Complex Playfieldsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skagit Valley Food Co-opbayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cascade Mallbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.