Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Wellington

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Mount Wellington, Auckland
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi aliqela
16 Sep – 14 Okt
Yi$2 622 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-406
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Auckland
Ivulekile, yanamhlanje kwaye ithule i-Remuera suite
30 Jul – 27 Aga
Yi$1 906 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Auckland
Ilizwe lidibana nedolophu kwindawo engaphakathi yesixeko
21 Mey – 18 Jun
Yi$1 355 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Auckland
Isitudiyo esizolileyo nesineendawo zokungena zabucala
7 Okt – 4 Nov
Yi$2 017 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Wellington

I-Sylvia Park Shopping Centrebayi 236 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cornwall Parkbayi 155 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PAK'nSAVEbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
HOYTS Cinemasbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Countdown Mt Wellingtonbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
New World Stonefieldsbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.