Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Zion

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Cane Beds
I-Tarzan 's Hideaway: Indlu encinci ecaleni kweZion National Park
17 Dis – 14 Jan
Yi$1 247 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-290
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cane Beds
INDLU ENCINCI ephakathi KWEZION NEGRAND CANYON
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 636 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Apple Valley
I-Zion View Bunkhouse e-Goose Lodges
7 Dis – 4 Jan
Yi$1 338 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-942
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Virgin
Zion Nat Park Views House on Private Corner Lot
19 Jul – 16 Aga
Yi$2 218 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-287

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.