Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePage

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Page
"INDLU YODIDI" eLake Powell
23 Nov – 21 Dis
Yi$1 980 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Page
Indawo Efanelekileyo! Ikhaya le-Boho-Chic elineyadi enkulu ngasemva.
27 Nov – 25 Dis
Yi$2 712 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Page
Igumbi lokulala eliyi-1 elifihlakeleyo iGem
13 Dis – 10 Jan
Yi$2 140 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Big Water
Utah Adventure Basecamp - Near Lake Powell
17 Mat – 14 Epr
Yi$2 000 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePage

Ukubuka kwesango leGlen Canyon Dambayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isango leGlen Canyonbayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rainbow Bridge National Monumentbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big John's Texas BBQbayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Tapatiobayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.