Iindawo Zokurenta Inyanga eMountain Park

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Snellville
Kufuphi neStone Mountain - IHotele Style Studio
22 Mey – 19 Jun
Yi$1 734 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lilburn
Ummandla wasemntla-mpuma weAtlanta
11 Epr – 9 Mey
Yi$1 707 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lawrenceville
I-Luxury Studio Suite entsha
5 Mey – 2 Jun
Yi$1 780 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Stone Mountain
Private Basement Apart. - Perfect Short Term Lease
2 Sep – 2 Okt
Yi$1 941 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMountain Park

Walmart Supercenterbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Krogerbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Metro Cafe Dinerbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LA Fitnessbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
NCG Stone Mountain Cinemabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Huskers Cafebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.