Iindawo Zokurenta Inyanga eMunnar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kannan Devan Hills
Indlu esemaphandleni esemaphandleni, iMankulam Road, eMunnar
22 Nov – 20 Dis
Yi$1 184 ngenyanga
ISuperhost
Ifama e-Idukki
I-Luxury Apartment2 @ Mannoor Imperarms- ukujonga iintaba
15 Dis – 12 Jan
Yi$742 ngenyanga
ISuperhost
Indlu ekhiwe emthini e-Munnar
I-Erumadam - Indlu Eyakhiwe Emthini eMarayoor, eMunnar
28 Sep – 26 Okt
Yi$4 547 ngenyanga
ISuperhost
Indlu eyenziwe ngomhlaba e-Munnar
I-Adobe 1 yi-Mudhouse Marayoor
26 Mey – 23 Jun
Yi$2 815 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMunnar

Idam yeMattupettybayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tea Museumbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alibaba & 41 Dishes - Munnarbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.