Iindawo Zokurenta Inyanga eOoty

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Ooty
I-Rose Garden–View of RaceCourse&lake
24 Jul – 21 Aga
Yi$1 916 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Ooty
I-Turrett cottage Top Garden Priz @ Ooty Flower show
29 Sep – 27 Okt
Yi$4 149 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Aruvankadu
I-Madhuvan-efenitshala ye-2BHK suite eWellington
22 Mat – 19 Epr
Yi$1 207 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Coonoor
Indlu esemaphandleni kunye Neendawo Ezintle Zeti kunye Neenduli
11 Sep – 9 Okt
Yi$1 229 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOoty

Tamilnadu Tourism Ooty Boat Housebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isityalo Sasekela Sosaphobayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isityalo Sosolwandle Soswelekabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valley View Pointbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adyar Ananda Bhavan Veg Restaurant - Ootybayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hyderabad Biryani Housebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Tamil Nadu
  4. Ooty
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga