Iindawo Zokurenta Inyanga eNags Head Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Manteo
I-La Vida Isla Guesthouse
17 Dis – 14 Jan
Yi$1 790 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kitty Hawk
Indawo yegalufu kufuphi nolwandle
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 715 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-524
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Kill Devil Hills
Indlu esemaphandleni yabazalwana
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 876 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kill Devil Hills
Into Enokonwatyelwa Yendlu Esemaphandleni Yokwenyani Yangaphandle
12 Nov – 10 Dis
Yi$3 166 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.