Iindawo Zokurenta Inyanga eNahal Kina

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Har Amasa
I-Har Amasala
16 Aga – 13 Sep
Yi$1 567 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
ISuperhost
Indlu engasemva e-Arad
Indlu yeendwendwe ekuthiwa yiDead Sea Sun - Amagumbi Amabini
5 Sep – 3 Okt
Yi$2 949 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Arad
I-studio esihle esiphakathi kwentlango yaseJudean
15 Dis – 12 Jan
Yi$862 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-88
ISuperhost
Indlu engasemva e-Arad
Iflethi yentsapho kaBrin
27 Aga – 24 Sep
Yi$1 056 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.