Iindawo Zokurenta Inyanga eNam Mong

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vientiane
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enegumbi lokulala eliyi-1 (umnikazi waseKore
2–30 Epr
Yi$427 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vientiane
Cozy apartment near mekong river walking Street
20 Epr – 18 Mey
Yi$632 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vientiane
全新万象市中心高端公寓,15层俯瞰万象市,紧邻两大购物中心,生活便利,免费泳池健身房,24小时保安
26 Dis – 23 Jan
Yi$845 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sisattanark
I-Condo yangoku w/ Pool & Gym - Umgangatho we-10
13 Okt – 10 Nov
Yi$817 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.