Iindawo Zokurenta Inyanga eNan-liao Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-東區
*ESEMBINDINI*Ukuzola Okutsha Kuhlaziywe Imvumi ye-Luxury Suite
11 Epr – 9 Mey
Yi$1 883 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-242
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zhubei City
I-Grace City Home
1–29 Nov
Yi$1 229 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Xinfeng Township
新豐火車站渡假套房8A
6 Jul – 3 Aga
Yi$906 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Xinfeng Township
新竹單人房住宿空間 Faye Homestay room 1 @明新科大旁、近台元、新豐火車站
15 Mey – 12 Jun
Yi$946 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.