Iindawo Zokurenta Inyanga eNatural Bridge

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Murwillumbah
Icoceke kakhulu+i-brekky 5km ukuya edolophini kunye ne-Rail Trail
Yi$1 190 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-430
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Springbrook
"The Pinnacle on Lyrebird"
13 Nov – 11 Dis
Yi$3 184 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-234
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Natural Bridge
Umlambo i-Dairy Nerang. I-Natural Arch Glow iimpethu.
16 Jun – 14 Jul
Yi$3 711 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Carrara
I-Central Gold Coast Lavish Private Guesthouse
30 Jan – 27 Feb
Yi$1 116 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNatural Bridge

I-Natural Bridge, I-Springbrook National Parkbayi 193 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Binna Burra Lodge & Rainforest Campsitebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Fudge Shop Springbrookbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lamington Teahousebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Natural Arch Cafe Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Lost Fawn Cafebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.