Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNavarre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Fort Walton Beach
Beautiful Emerald Beach Condo
5 Nov – 3 Dis
Yi$2 654 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pensacola
Indlu esemaphandleni
2–30 Nov
Yi$1 668 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gulf Breeze
I-suite yabucala elungisiweyo kunye neYadi yabucala
14 Dis – 11 Jan
Yi$1 009 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Navarre
Indlu Yeholide, iikhilomitha eziyi-2 ukuya eLwandle, ii-Smart TV, iGrill
27 Okt – 24 Nov
Yi$2 123 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNavarre

Culver'sbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamisa yeNavarrebayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TC's Front Porchbayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scooter's Fish Housebayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whataburgerbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Johnny Huston's Grille & Barbayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.