Iindawo Zokurenta Inyanga eNavazzo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gargnano
Ukuthembeka e-Zuino
4 Dis – 1 Jan
Yi$2 127 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-190
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gargnano
Ichibi laseMille Miglia-Garda
22 Dis – 19 Jan
Yi$2 158 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gargnano
I-Villa Ulivi (CIR 017076-LNI-00001)
8 Dis – 5 Jan
Yi$3 017 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gargnano
D .H. Lawrence ucezu lwezulu
14 Sep – 12 Okt
Yi$3 105 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.