Iindawo Zokurenta Inyanga eNaxos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naxos
Iflethi yaseNikiforos - Naxos Cyclades
27 Mat – 24 Epr
Yi$1 151 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Indlu eqatywe ikalika e-Naxos
I-Melatio Old Town
10 Jan – 7 Feb
Yi$1 426 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Indlu eqatywe ikalika e-Naxos
I-Melatio Old Castle
9 Dis – 6 Jan
Yi$1 426 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naxos
I-Evilion Terrace- studio (ukujonga ulwandle) abantu abadala abayi-2 ukuya kwabayi-3
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 213 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-289

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNaxos

I-Apollo Temple - Portarabayi 202 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maro's tavernabayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Like Home Bar - Naxosbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yasouvlaki!bayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Waffle Housebayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ΜΕΖΕ 2bayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.