Iindawo Zokurenta Inyanga eNea Makri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marathon
I-Marathon Beach 40m2 iflethi. Ulwandle,indalo kunye nokuphumla!
15 Nov – 13 Dis
Yi$940 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nea Makri
I-appartment entle yeemitha ezingama-30 ukusuka elunxwemeni.
1–29 Jul
Yi$1 259 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Nea Makri
Indlu epholileyo enegadi
17 Nov – 15 Dis
Yi$2 014 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-79
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nea Makri
Eycountry - ubuncwane elunxwemeni
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 776 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNea Makri

I-Monastery kaSaint Efraimbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Costa Club - Cafebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Avrabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mezedopoleio "O Xontros"bayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Indianosbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.