Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNerang

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Carrara
I-Central Gold Coast Lavish Private Guesthouse
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 124 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gold Coast
Indlu Entle Yeendwendwe Kwindawo Enamagqabi.
29 Okt – 26 Nov
Yi$1 753 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Highland Park
Wamkelekile Kwindlela Yokuphila yale mihla, Ipuli, 65sqmtre +
21 Feb – 21 Mat
Yi$1 941 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ashmore
I-Pit Stop Yomhambi
9 Jul – 6 Aga
Yi$1 480 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNerang

Nerang Mallbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hungry Jack'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
KDV Sportbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ashmore Factory Outletsbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald's Nerangbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nerang RSL & Memorial Clubbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.