Iindawo Zokurenta Inyanga eNeta'im

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rishon LeTsiyon
Separate Apart in Villa with separated entrance
9 Sep – 7 Okt
Yi$2 680 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-178
ISuperhost
Iflethi e-Rehovot
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane nep
27 Feb – 27 Mat
Yi$4 414 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tel Aviv-Yafo
Lovely studio apartment, 5 min walk to the beach:)
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 289 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Rishon LeTsiyon
I-Suite ekufutshane nolwandle.
16 Jul – 13 Aga
Yi$2 503 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-88

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.