Iindawo Zokurenta Inyanga eNevada

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nevada
I-Urban Barn! Indawo yokupaka yabucala
10 Jul – 7 Aga
Yi$2 795 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Collins
Idolophu encinci ehlala abantu abaninzi.
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 086 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Boone
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ephakathi eDowntown Boone
26 Mat – 23 Epr
Yi$1 061 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-230
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Boone
IBoone 's Bodacious Bungalow - Indawo Yokuhlala Enamagumbi okulala ayi-2 atofotofo
12 Sep – 10 Okt
Yi$1 611 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNevada

Mi Casita Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fareway Grocerybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
George's Pizzabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. EIowa
  4. Story County
  5. Nevada
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga