Iindawo Zokurenta Inyanga eNewberry

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Newberry
Intle ICOCEKILE kufutshane ne-I26 edolophini eNewberry cwaka
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 863 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kinards
Ukuhlala kwilizwe elizolileyo, ikhaya elisefowunini
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 927 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Greenwood
I-Studio-Pet Private. Imizuzu eyi-6 ukuya esibhedlele
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 440 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Newberry
The Inspiration House
31 Mey – 28 Jun
Yi$5 399 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNewberry

Newberry Opera Housebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fusionbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Figaro The Dining Roombayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cabana Cafebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Steven W's Downtown Bistrobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Half Full Coffee & Winebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.