Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNewfoundland

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Newfoundland
IHilltop Hideaway Yonke indlu yamaplanga engaphezu kweekhilomitha eziyi-2 ePoconos
17 Epr – 15 Mey
Yi$3 521 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-East Stroudsburg
Pocono Mountains ~Cottage in the Woods~WFH
10 Okt – 7 Nov
Yi$2 592 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Scranton
Isixeko saseSeclusion kunye ne-Crereat Retreat eBrook.
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 799 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Newfoundland
Indlu yamaplanga ekuthiwa yi-Moira 's Cozy Log Near Lakes & Mountains
31 Mat – 28 Epr
Yi$5 259 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.