Iindawo Zokurenta Inyanga eNewport

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Newport, EVermont, United States
Isitudiyo Sokubona Ichibi
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 622 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newport
I-Big Green Victoria - Phezulu Izolile & Itofotofo
7 Okt – 4 Nov
Yi$2 165 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-534
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newport, EVermont, United States
Indlu Yokubeka Ilanga, Iflethi Yabucala
2–30 Mey
Yi$2 383 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Mansonville, Canada
Indlu Encinci enomtsalane engasemanzini
8 Mey – 5 Jun
Yi$1 239 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-405

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNewport

Walmart Supercenterbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The East Side Restaurant & Pubbayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pick & Shovelbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Prouty Beachbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hoagie's Pizza & Pastabayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brown Cow Restaurantbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.