Iindawo Zokurenta Inyanga eNewry

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Newry
Ukuphumla kwi-Flagstaff Loft
22 Feb – 22 Mat
Yi$1 499 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-629
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Newry, Mourne and Down, United Kingdom
" I-Beeches" Indawo efanelekileyo kwindawo efanelekileyo
31 Jan – 28 Feb
Yi$2 056 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Newry and Mourne, United Kingdom
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eNewry enebhafu enamanzi
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 970 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Newry and Mourne
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-1 kwindawo ethe cwaka
4 Feb – 4 Mat
Yi$1 858 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNewry

Canal Court Hotelbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Quaysbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Buttercrane Shopping Centrebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Flagstaff Lodgebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bellini'sbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Shelbournebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.