Iindawo Zokurenta Inyanga eNorth Central Province

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Sigiriya
I-Sigiri Tree House
10 Epr – 8 Mey
Yi$263 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Sigiriya
I-Sigiriya Guesthouse epholileyo
12 Jul – 9 Aga
Yi$553 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-408
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Trincomalee
I-Villa 234 - I-Kovil House-Dutch Bay Trincomalee
29 Mey – 26 Jun
Yi$3 199 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Trincomalee
I-Villa 238 - I-Beach House-Dutch Bay Trincomalee
30 Sep – 28 Okt
Yi$5 712 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.