Iindawo Zokurenta Inyanga eNottingham Road

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Nottingham Road
Ifama ye-Yellowwoods - INDLU ESEMAPHANDLENI (ukuziphekela)
23 Aga – 20 Sep
Yi$977 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Dargle
I-Woodsong Cottage - Ukuziphekela
19 Jan – 16 Feb
Yi$1 235 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Nottingham Road
2 Rawdons Country Estate
1–29 Nov
Yi$3 126 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-ZA
Indlu esemaphandleni: Indlu esemaphandleni enomtsalane eyi-4
3–31 Jan
Yi$2 507 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNottingham Road

Bierfassl Restaurant and Pubbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Nottingham Road Hotelbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chocolate Heavenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Junctionbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nottingham Road SPAR and TOPSbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
spiral Bluebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.