Iindawo Zokurenta Inyanga eNottinghamshire

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bottesford
Ukutshintshwa kwesitudiyo kwindlu endala yomqeqeshi
13 Okt – 10 Nov
Yi$1 158 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Eastwood Nottingham
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamatye kaVictoria - Kwiziko ledolophu encinci
7 Mat – 4 Epr
Yi$1 702 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
ISuperhost
Iflethi e-Nottingham
Quiet studio near city centre. Check in 2pm!
25 Okt – 22 Nov
Yi$1 502 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-327
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nottingham
Isitudiyo sabucala (i-Annexe)kunye nendawo yokungena eyahlukileyo
29 Epr – 27 Mey
Yi$1 168 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-301

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.