Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNuevo Vallarta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Las Jarretaderas
Ulwandle!
31 Aga – 28 Sep
Yi$2 258 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Flamingos
I-Marítima Nuevo Vallarta Beach Front Apartment
28 Sep – 26 Okt
Yi$5 004 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nuevo Vallarta
Apartamento Serena kwiMarina
28 Jun – 26 Jul
Yi$2 114 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Nuevo Vallarta
I-Condo emangalisayo w/Imoto. Hamba uye elunxwemeni
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 472 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNuevo Vallarta

Vidanta Nuevo Vallartabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marival Emotions Resort & Suitesbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mayan Palace at Vidanta Nuevo Vallartabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hard Rock Hotel Vallartabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paradise Village Hotel Nuevo Vallartabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marina Nuevo Vallartabayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.