Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePuerto Vallarta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Versalles
I-Studio Indawo entle yeholide.
29 Sep – 27 Okt
Yi$950 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Romantic Zone
I-Zona Romantica Stunner! Casa Disfrutowagen @ PIER|57
29 Jul – 26 Aga
Yi$4 097 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Romantic Zone
I-Chic Modern Beach Condo eRincon de Almas
21 Sep – 19 Okt
Yi$2 714 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-5 de Diciembre
Apartment Ideal for Work Home (100mbs),5 min Beach
10 Epr – 8 Mey
Yi$971 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePuerto Vallarta

Malecon Puerto Vallartabayi 770 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Caracolbayi 106 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isibhakabhaka sabafileyobayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Islabayi 283 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Licenciado Gustavo Díaz Ordaz International Airportbayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Galerias Vallarta Shopping Mallbayi 245 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.