Iindawo Zokurenta Inyanga eOdense

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Odense
Iflethi esembindini nenefenitshala eOdense
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 116 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Otterup
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwindawo enabantu abathandanayo no
13 Epr – 11 Mey
Yi$1 063 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Odense C
Indawo yokusebenza etofotofo kumbindi weOdense
10 Sep – 8 Okt
Yi$2 542 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Odense
Isihlomelo esimnandi esiphakathi esixekweni
9 Jul – 6 Aga
Yi$2 249 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOdense

Odense ZOObayi 161 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tarup Centerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tinderboxbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rosengaardcentretbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Odense Banegård Centerbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ikeabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.