Iindawo Zokurenta Inyanga ePlatja de Palma

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Palma
UMGANGATHO ongaphantsi B one-terrace ENKULU kwimizuzu eyi-5 ukusuka elunxwemeni
6 Nov – 4 Dis
Yi$2 198 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Palma
I-PENTHOUSE A, EQAQAMBILEYO, ITHALA ELIKHULU
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 198 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bunyola
Iflethi okanye indlu ekwicomplex edityaniswe nekhaya
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 271 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Palma
I-200m ukuya elunxwemeni kunye nepuli kunye nemizuzu eyi-5 ukuya e-Palma
13 Jan – 10 Feb
Yi$3 421 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePlatja de Palma

Megaparkbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fan Mallorca Shoppingbayi 191 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sixtbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bierkonigbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Record go Mallorca Aeropuertobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Purobeach Palmabayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.