Iindawo Zokurenta Inyanga ePlaya El Burro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-San Miguel
Indlu enendawo yokuphola yaseSan Miguel enepuli
15 Feb – 15 Mat
Yi$3 740 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Playas Blancas, El Salvador
Indlu yeParadesi (nceda ubeke i- # yabantu)
14 Jan – 11 Feb
Yi$4 619 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-San Miguel, El Salvador
Ikhaya elitofotofo nelinento yonke eSan Miguel!
29 Jan – 26 Feb
Yi$2 154 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Coyolito, Honduras
Indlu enendawo yokuphola engaselwandle, iquka inkonzo yokupheka nomthinjana
19 Aga – 16 Sep
Yi$10 368 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.