Iindawo Zokurenta Inyanga ePlaya Garrafon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Isla Mujeres
I-Isla Mujeres - Ukuphumla Nokuvuselela ePunta Sur
26 Jul – 23 Aga
Yi$6 189 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
ISuperhost
Indlu e-Isla Mujeres
I-Casa Santosha🏝 Punta Sur+WIFI + Alberca + AC + Rooftop
10 Jun – 8 Jul
Yi$13 658 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
ISuperhost
I-loft e-Isla Mujeres
I-Blue Loft
20 Okt – 17 Nov
Yi$6 405 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Playa Garrafon
I-Isla Mujeres - Lofty Hlala ePunta Sur
10 Sep – 8 Okt
Yi$5 106 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-78

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.