Iindawo Zokurenta Inyanga ePlaza Mayor, Centro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro Madrid
I-Plaza Mayor. Intliziyo yaseMadrid.
18 Okt – 17 Nov
Yi$2 773 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-190
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Centro Madrid
I-Madrid♥ : I-Plaza Mayor ikumgama wemizuzwana!
31 Jul – 28 Aga
Yi$2 976 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-253
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro Madrid
I-Centro/Apartm/I-Plaza Mayor/I-Wifi/ubutofotofo
5 Feb – 5 Mat
Yi$2 035 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-508
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro Madrid
I-PLAZA MAYORWAGEN
10 Feb – 10 Mat
Yi$4 799 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-384

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePlaza Mayor, Centro

Plaza Mayorbayi 1 659 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Hat Madridbayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sobrino de Botinbayi 198 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar La Campanabayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante El Ñerubayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mesón del Champiñonbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.