Iindawo Zokurenta Inyanga ePleasant Shade

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Gainesboro
Indlu esemaphandleni yakudala edolophini eGainesboro
18 Mey – 15 Jun
Yi$2 008 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-233
ISuperhost
Indlu engasemva e-Pleasant Shade
Romantic/Relaxing Spa Bathhouse Cottage Retreat
15 Mey – 12 Jun
Yi$5 365 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Moss
I-Tennessee Retreat Log Cabin Eduze neDale Hollow Lake
19 Okt – 16 Nov
Yi$1 792 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-323
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hickman
I-Piccolo @ Tuscany Inn Tennessee-Hot Tub Access
20 Nov – 18 Dis
Yi$1 825 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-367

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.