Iindawo Zokurenta Inyanga ePlouhinec

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belz
I-Studio 200m ukusuka kwi-Ria d 'Etel
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 253 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Inzinzac-Lochrist
Itofotofo, exhotyisiweyo. Igadi yabucala +
13 Okt – 10 Nov
Yi$535 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Plouhinec
Indlu entle kwi-Port of Old Passage
8 Okt – 5 Nov
Yi$2 012 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pont-Scorff
Isitudiyo se-22 m2 esandul 'ukulungiswa, indawo yokungena ezimeleyo
1–29 Sep
Yi$598 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePlouhinec

Port d'Ételbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Les Algues Marinesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Le BB (BAR BRETON)bayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Che Luzbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Creperie Du Pont Loroisbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dégustation Saint Guillaumebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.