Iindawo Zokurenta Inyanga ePointe-des-Cascades

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Salaberry-de-Valleyfield
Indawo entle eyi-3 1/2 ekude nekhaya
16 Jan – 17 Feb
Yi$2 026 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-L'Île-Perrot
Indawo entle kakhulu enamagumbi okulala ayi-2
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 654 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Pincourt
I-appart yale mihla netofotofo enepuli yokuqubha # 308684 #
4 Okt – 1 Nov
Yi$2 330 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Salaberry-de-Valleyfield
Ukubuka iindwendwe ngeenkwenkwezi eziyi-5 + neflethi okanye indlu ekwicomplex ecoceke kakhulu.
11 Mat – 12 Epr
Yi$1 264 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.