Iindawo Zokurenta Inyanga ePola Creek

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Euroka
I-Aphid 's Retreat eRose Cottage
14 Mey – 11 Jun
Yi$3 159 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-469
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Valla Beach
I-Love Shack-budget beach break
23 Aga – 20 Sep
Yi$1 010 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-225
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Crescent Head
I-Blue Salt - i-Pacific Street Terraces, i-Crescent Head
10 Aga – 7 Sep
Yi$2 408 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Crescent Head
I-Crescent Head Luxury Hideaway
15 Jul – 12 Aga
Yi$5 481 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.