Iindawo Zokurenta Inyanga ePolcura

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Los Angeles
Indlu entle, ikwazi ukungena kwipuli.
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 076 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Los Ángeles
Indlu Yamaplanga Ezilungele Intsapho Yabahambi
23 Mat – 20 Epr
Yi$753 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Los Angeles
Nuevo y Hermoso Depto. con Estacionamiento
21 Nov – 19 Dis
Yi$1 211 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
ISuperhost
Indlu encinci e-Los Ángeles
Indlu yamaplanga encinci yabantu abayi-2 elungele ukuphumla.
3–31 Aga
Yi$628 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Chile
  3. Bio Bio
  4. Polcura
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga