Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePolokwane

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Polokwane
Lagom (1 Double Bed) 2 People
18 Epr – 16 Mey
Yi$873 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Polokwane
Itofotofo 1 - iflethi okanye indlu ekwicomplex
7 Nov – 5 Dis
Yi$717 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Polokwane
Istudiyo seNgoma somhlaba
26 Nov – 24 Dis
Yi$768 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Polokwane
Ikhaya elimnandi lasekhaya
12 Jan – 9 Feb
Yi$473 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePolokwane

Mall of the Northbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Meropa Casino & Entertainment Worldbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Savanna Mallbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nguni Grillbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Polokwane Game Reservebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium ye-Old Peter Mokababayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.