Iindawo Zokurenta Inyanga eHoedspruit

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hoedspruit
I-suite yothando - I-Hoedspruit, kufutshane neKruger
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 511 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hoedspruit
I-Luxury Safari Lodge eKruger Park Nature Reserve
17 Jan – 14 Feb
Yi$3 852 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hoedspruit
I-Fairfarren, ikhaya elinamagumbi okulala ayi-2 kwi-Wildlife Estate
18 Okt – 15 Nov
Yi$3 519 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Phalaborwa
I-River Cottage kwi-Wild, i-Greater Kruger Park
8 Jun – 6 Jul
Yi$1 890 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHoedspruit

Hoedspruit Wildlife Estatebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pick n Pay Hoedspruitbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hat & Creekbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sleepers Railway Station Restaurantbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Bambabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tshukudu Game Lodgebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.