Iindawo Zokurenta Inyanga ePori

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pori
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane nombindi.
30 Epr – 28 Mey
Yi$838 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pori
I-Kolmio/iflethi okanye indlu ekwicomplex en
13 Mat – 10 Epr
Yi$1 365 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pori
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo eneWiFi nendawo yoku
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 328 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pori
Iflethi eLittle eRashiya
27 Mey – 24 Jun
Yi$913 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-466

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePori

Kirjurinluoto Arenabayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Prisma Mikkola Poribayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kauppakeskus Puuvillabayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isomäki Areenabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Prisma Länsi-Poribayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yyteri spa Hotelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Finland
  3. Satakunta
  4. Pori
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga